The public is hereby informed, in accordance with Section 46 (3) (a) (i) of the Municipal Finance Management Act, Act 56 of 2003, that a Council Meeting of the Bitou Local Municipality will be held on Thursday, 12 December 2024, at 09:00 in the Municipal Council Chamber in Plettenberg Bay. The purpose of this meeting is to consider the raising of a long-term loan to implement the 2024/2025 capital budget, as approved by the Council on 24 May 2024.
The Bitou Local Municipality intends to finance the capital projects detailed in the attached information statement, which includes specifics such as the amount of the proposed debt and the purposes for which it will be incurred. No security will be provided for this loan.
The loan will be repaid bi-annually over a maximum period of 10 years at an estimated interest rate of 11.00%, with an estimated annual repayment of R 3,392,778.44. The total interest charges over the loan period will amount to R 27,310,568.73. The public is invited to submit written comments or representations to the Council regarding the proposed debt. These must be submitted to the office of the Municipal Manager by no later than 12:00 on Wednesday, 29 January 2025.
Die publiek word hiermee ingevolge artikel 46 (3) (a) (i) van die Wet op Munisipale Finansiële Bestuur, Wet 56 van 2003, in kennis gestel van 'n Raadsvergadering van die Bitou Plaaslike Munisipaliteit wat op Donderdag, 12 Desember 2024 om 09:00 in die Munisipale Raadsaal in Plettenbergbaai gehou is. Die doel van die vergadering is om die verhoging van 'n langtermynlening te oorweeg om die 2024/2025 kapitaalbegroting, soos goedgekeur deur die Raad op 24 Mei 2024, te finansier.
Die Bitou Plaaslike Munisipaliteit beoog om die kapitaalprojekte te finansier volgens die aangehegte inligtingstaat, wat besonderhede insluit oor die bedrag van die voorgestelde skuld en die doeleindes waarvoor die skuld aangegaan gaan word. Geen sekuriteit sal vir die lening verskaf word nie.
Die lening sal twee keer per jaar oor 'n maksimum tydperk van 10 jaar terugbetaal word teen 'n geraamde rentekoers van 11.00%, met 'n geskatte jaarlikse terugbetaling van R3,392,778.44. Die totale rentekoste oor die leningstydperk sal R27,310,568.73 beloop.
Die publiek word uitgenooi om skriftelike kommentaar of vertoë aan die Raad in te dien ten opsigte van die voorgestelde skuld. Hierdie skriftelike kommentaar of vertoë moet nie later as Woensdag, 29 Januarie 2025 voor 12:00 by die kantoor van die Munisipale Bestuurder ingedien word nie.
Uluntu lwaziswe apha, ngokwesibonelelo seCandelo 46 (3) (a) (i) loMthetho woLawulo lweMali kaMasipala, uMthetho 56 ka-2003, weNtlanganiso yeBhunga likaMasipala weNgingqi waseBitou ebibanjelwe ngoLwesine, we-12 Disemba 2024 ngo-09:00 kwiGumbi leBhunga likaMasipala ePletenberg bay, ukunikezela ukunyuswa kwemali mboleko yexesha elide ukusebenza kuhlahlo lwabiwo-mali lwemali luka-2024/2025 njengoko kuvunyiwe liBhunga ngomhla wama-24 Meyi 2024.
Yinjongo kaMasipala waseBitou ukuxhasa ngemali iiprojekthi zemali ngokwengxelo yolwazi eqhotyoshelweyo, echaza iinkcukacha, kuquka nobungakanani betyala elicetywayo kunye neenjongo ekufuneka ityala lenziwe ngayo. Akukho khuseleko kufuneka lunikezelwe ngemali mboleko.
Imali-mboleko iya kuhlawulwa kabini ngonyaka kwisithuba esiphezulu seminyaka eli-10 ngenzala eqikelelwayo ye-11.00%, kunye nokuqikelelwa ukuba intlawulo yonyaka ye-R 3,392,778.44 yezigidi. Iintlawulo zenzala zizonke kwithuba lemali mboleko ziya kufikelela kwi-R 27,310,568.73.
Uluntu luyamenywa ngale ndlela ukuba lungenise izimvo ezibhaliweyo okanye imiboniso kwiBhunga ngokubhekiselele kwityala elicetywayo, elithi izimvo ezibhaliweyo okanye imiboniso mayingeniswe kwi-ofisi yoMphathi kaMasipala ungadlulanga uLwesithathu, umhla wama-29 kuJanuwari 2025 phambi ko-12:00.
Yours sincerely,
_____________
MBULELO MEMANI
MUNICIPAL MANAGER