Please note that all cashiers will close at 11h00 on Friday 24 June 2022 for training. We are requesting customers to use alternative payment points for their payments. Pay points includes;
For any queries, please contact Bitou Customer Care on 044-5013174/5 or on the Toll Free Number 0800212797 send an email to CustomerCare@plett.gov.za
Nceda uqaphele ukuba zonke iofisi zikamasipala zokubhatalisa ziyakuvala ngo-11h00 ngoLwesihlanu we-24 Isilimela 2022 ukulungiselela uqeqesho lwabasebenzi. Sicela abaThengi basebenzise ezinye iindawo zokubhatala xa behlawula okanye bethenga umbane. Ezindawo ziquka ezi
Ngayo nayiphi na imibuzo, nceda uqhagamshelane neBitou Customer Care kule nombolo 044-5013174/5 okanye kwiNombolo yasimahla ethi 0800212797 thumela i-imeyile kuCustomerCare@plett.gov.za
Datum: 24 Junie 2022
Tyd: 11h00
Let asseblief daarop dat alle kassiere op Vrydag 24 Junie 2022 om 11:00 sal sluit vir opleiding. Ons versoek kliënte om alternatiewe betaalpunte vir hul betaling te gebruik. Betaalpunte sluit in:
Vir enige navrae, kontak Bitou Customer Care by 044-5013174/5 of op die Tolvrye Nommer 0800212797 'n e-pos stuur aan CustomerCare@plett.gov.za
Mr. Mbulelo Memani
MUNICIPAL MANAGER
Bitou Local Municipality
Last published 23 June 2022