The Bitou Water and Sanitation Section reports that there will be ongoing water interruptions in Kurland. This is due to a fault on the raw water supply to the water treatment plant. The technical team from the Section is currently working to repair the fault.
We are currently unable to provide details as to when this is expected to be resolved but we will provide an update as soon as it is communicated by the section.
Issued by the Bitou Communications Department on the 17 March 2021 at 10h50
ISIBHENGEZO NGEENKONZO ZIKA MASIPALA
ISAZISO NGEMEKO YOKUPHAZAMISEKA KWAMANZI EKURLAND
Icandelo lwamanzi nelindle kumasipala wase Bitou lwazisa abahlali ngokuphazamiseka kwamanzi eKurland. Lento yenziwa kukonakala olukhoyo kwimibhobho etsala amanzi eyokucocwa kwidama acocwa kuwo.
Icandelo lwamanzi nelindle selisezama zamana nale ngxaki ngenjongo lokuyisombulula kwamsinya ukwenzela imo ibuyele kwisiqhelo. Siyathemba ukuba izakusonjululwa kwamsinya le ngxaki kodwa nangona lingekabikho ixesha elibambekayo lokusobululeka kwale ngxaki.
Ikhutshwe licandelo lezonxibelelwano ku Masipala iBitou ngomhla we 17 March 2021 nge 11h00.
Last published 17 March 2021