iWORKSHOP: WESTERN CAPE DEPARTMENT OF HUMAN SETTLEMENT
XA UMVUZO WEKHAYA LAKHO NGENYANGA UKUMYINGE OPHAKATHI KWAMA R3501 – R15000, ISEBE LEPHONDO LOKUHLALISWA KOLUNTU, LINGAKUNCEDA UKUBA UBE NGUMNINIKHAYA
ISEBE LOKUHLALISWA KOLUNTU LENTSHONA KOLONI KUNYE NOMASIPALA WASEBITOU NGALE NCWADI LIYAKUMEMA UKUBA UZIMASE INDIBANO YOCWEYO YONCEDO LOKUXHASWA NGEMALI KWINKQUBO YENKXASO YOMNTU NGAMNYE (FLISP)
Abathengi bexesha lokuqala kunye namakhaya anomvuzo osezantsi ukuya kophakathi, bajamelana nezithintelo ezininzi xa bengena kwimarike yezindlu. Imiceli mngeni iquka ukuba nokumelana, ukuba nokunikwa ngetyala kunye nokunikezelwa kwezindlu ezifikelelekayo kwiphondo. iFLISP ijolise ekuboneleleni abaceli abafanelekileyo, abakhusele imali ngemvumelwano yokubambisa ngezindlu kumaziko ezemail, ngenkxaso yexesha elinye ngakwisivumelwano semail-mboleko yendl
Zibandakanye kunye nathi ufunde ngaphezulu ngezindlu ezifikelelekayo kwaye ufumanise ukuba iFLISP ingakunceda na
UMHLA : 03rd OCTOBER 2017
IXESHA : 17H00 – 19H00
INDAWO : COMMUNITY HALL NEW-HORIZONS (GEELHOUT STREET)
Indibano yocweyo iya kuquka
Malunga nolwazi oluthe vetshe, nceda dibana no Mr.A.W Fourie kwa 044 501 3228, onkanye uokanye thumela i-imeyile ku afourie@plett.gov.za
Last published 24 July 2019