Please note that all applications for the 2020/21 intake in the EPWP programme will now close at 12:00 on Friday 31 July 2020.
Applicants are requested to allow for social distancing, wear masks –covering the nose and mouth and sanitize their hands before and after submitting application forms.
Adv. L. Ngoqo
MUNICIPAL MANAGER
Bitou Local Municipality
ISIBHENGEZO ESIGXAMISEKILEYO:
UKWANDISWA KWEXESHA LOKUFAKA ISICELO ZOMSEBENZI WE EPWP 2020/2
Qaphela ukuba ixesha lokufaka isicelo sandiswe:
zonke izicelo zomsebenzi we EPWP ka 2020/21 ziyavalwa ngomhla ngenstimbi ye 12h00 ngo Lwesihlanu umhla we 31 kweye Khala 2020.
Siyacela wonke umntu ozokwenza isicelo agcine umsantsa phakathi kwakhe nabanye, athwale imask egquma umlomo nempumlo kwaye acoce izandla ngesibulala ntsholongwane (sanitizer), aphambi kokuba asifake na xa egqibile ukusifaka isicelo sakhe.
Adv. L. Ngoqo
MUNICIPAL MANAGER
Bitou Local Municipality